Uyoshuwa 9:22 XHO96

22 UYoshuwa wathi mabeziswe kuye abantu baseGibheyon, wabhekisa kubo wathi: “Nisikhohlisele ntoni nisithi nivela kude nje, kanti nihlala kufuphi?

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 9

imbono Uyoshuwa 9:22 kwimeko