Uyoshuwa 9:24 XHO96

24 Bathi ukuphendula bona: “Mhlekazi, sibangwe kukuva ukuba kuyinyani ukuba uNdikhoyo uThixo wenu wayalela uMosis ukuba wonke lo mhlaba makawunike nina, batshabalalise bonke abemi bawo, ke ngoko sasoyikela nobomi bethu.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 9

imbono Uyoshuwa 9:24 kwimeko