Uyoshuwa 9:27 XHO96

27 kodwa wathi mababe ngamakhoboka okukha amanzi nokucanda iinkuni zamaSirayeli nezeqonga lamadini kaNdikhoyo. Loo msebenzi basawenza unanamhla kuloo ndawo yalathwe nguNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 9

imbono Uyoshuwa 9:27 kwimeko