6 Zenyuka zaya esikhululweni eGiligali, zafika zathi kuYoshuwa namaSirayeli: “Singabantu abavela kwilizwe elikude. Size kucela kuni imvisiswano yokuhlalisana ngoxolo.”
funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 9
imbono Uyoshuwa 9:6 kwimeko