2 Kwabasekorinte 1:16 XHO96

16 Kaloku ndandizimisele ukuba ndinityelele kabini, xa ndiyayo naxa ndibuyayo eMakedoni, nize ke nina nindisize kuhambo lwam oluya kwelakwaJuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 1

imbono 2 Kwabasekorinte 1:16 kwimeko