19 UNyana kaThixo, uYesu Krestu lo washunyayelwa kuni nguSilas noTimoti nam, akathi ewe-hayi, hayi-ewe, ngaxesha-nye. Endaweni yaloo nto unguewe kaThixo.
funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 1
imbono 2 Kwabasekorinte 1:19 kwimeko