2 Kwabasekorinte 1:7 XHO96

7 Ithemba lethu ngani aligungqi, kuba siyazi ukuba njengoko nidlelana nathi nje ngeembandezelo, nikwadlelana nathi nangothuthuzelo esilufumana kuThixo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 1

imbono 2 Kwabasekorinte 1:7 kwimeko