2 Kwabasekorinte 10:10 XHO96

10 Kaloku abanye bathi: “Unesibindi nobuganga xa ebhala, kodwa asakufika yena buqu, ulitatasholo, nokuthetha kwakhe kuphuthile.”

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 10

imbono 2 Kwabasekorinte 10:10 kwimeko