2 Kwabasekorinte 11:21 XHO96

21 Ndineentloni ukuyivuma loo nto; kambe mna ndaba ligwala!Kodwa ke ukuba kukho bani onobuganga bokuqhayisa – ndivakala njengesidenge – nam ndiya kuba nobuganga obukwanjalo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 11

imbono 2 Kwabasekorinte 11:21 kwimeko