2 Kwabasekorinte 11:25 XHO96

25 Ndikatswe izihlandlo ezithathu ngamaRoma, futhi ndakha ndaxulutywa ngamatye. Kukathathu ndiqhekekelwa yinqanawa elwandle; ndakha ndachitha ubusuku nemini enzonzobileni yamanzi.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 11

imbono 2 Kwabasekorinte 11:25 kwimeko