2 Kwabasekorinte 12:10 XHO96

10 Ndanelisekile ke ngoko nokuba ndibuthathaka, nokuba ndiyagxekwa, nokuba nditsala nzima, nditshutshiswa, ndithwala iimbandezelo ngenxa kaKrestu. Kuba xa ndibuthathaka, kuxa kanye ndinamandla.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 12

imbono 2 Kwabasekorinte 12:10 kwimeko