2 Kwabasekorinte 12:19 XHO96

19 Kungenzeka kambe ukuba ngalo lonke eli xesha niba ndiyazithethelela kuni. Hayi, ndithetha phambi koThixo, ndingokaKrestu, yaye nenjongo yam ikukuba nakheke, zihlobo zam ezithandekayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 12

imbono 2 Kwabasekorinte 12:19 kwimeko