2 Kwabasekorinte 3:6 XHO96

6 Ikwanguye ondenze ndaba nako ukukhonza phantsi komnqophiso omtsha, ongaxhomekekanga kumthetho obhaliweyo, koko uxhomekeke kuMoya. Wona umthetho obhaliweyo uyabulala, kodwa yena uMoya uyaphilisa.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 3

imbono 2 Kwabasekorinte 3:6 kwimeko