2 Kwabasekorinte 4:14 XHO96

14 Kaloku siyazi ukuba uThixo owayivusayo iNkosi uYesu ekufeni, nathi uya kusivusa kunye noYesu, asise apho akhoyo, kunye nani.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 4

imbono 2 Kwabasekorinte 4:14 kwimeko