2 Kwabasekorinte 5:12 XHO96

12 Ngale ndlela ke asizami kuzithandekisa kuni, nto nje sinenzela indlela yokuba nikwazi ukuba neqhayiya ngathi, ukuze nikwazi ukubaphendula abo baqhayisa ngembonakalo endaweni yokuqhayisa ngesimilo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 5

imbono 2 Kwabasekorinte 5:12 kwimeko