2 Kwabasekorinte 5:14 XHO96

14 Kaloku uthando lukaKrestu lusongamele. Ngoko ke sigqiba kwelithi xa kwafa umntu omnye, efela abantu bonke, lonke uluntu lunenxaxheba koko kufa kwakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 5

imbono 2 Kwabasekorinte 5:14 kwimeko