2 Kwabasekorinte 7:8 XHO96

8 Xa ndinixelela inyaniso, nokokuba laa ncwadi ndanibhalela yona yanenza buhlungu, andisevi kakubi mna yiloo nto ngoku. Kaloku ndiphawule ukuba naba buhlungu yiyo, nokuba kokwexeshana nje.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 7

imbono 2 Kwabasekorinte 7:8 kwimeko