2 Kwabasekorinte 8:13-14 XHO96

13-14 Andizami kuphungulela kuni umthwalo weengxaki zabanye, ngokunithwalisa umthwalo wabo. Kodwa njengoko nina nimi kakuhle ngoku, kulungile ukuba nibancede abo basweleyo, khon' ukuze xa nani nisweleyo banincede nabo. Ngale ndlela ke noba niphathana ngokufanayo,

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 8

imbono 2 Kwabasekorinte 8:13-14 kwimeko