2 Kwabasekorinte 8:22 XHO96

22 Yiyo ke le nto ndimthuma kuni kunye nabanye. Yena ubesekuvavanyweni amaxesha ngamaxesha, ndamfumana enomdla ekuncediseni. Nanjengoko ekholisekile nini, usuke wanomdla ngakumbi ngoku.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 8

imbono 2 Kwabasekorinte 8:22 kwimeko