Kumagalati 2:6 XHO96

6 Kodwa ke abo baziinkokheli ezaziwayo – nditsho kuba into abayiyo ayenzi mahluko kum, kaloku uThixo yena akasebenzi ngembonakalo – ndithi ke ezo nkokheli zange zifumane sikhwa kum.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 2

imbono Kumagalati 2:6 kwimeko