Kumagalati 3:5 XHO96

5 Kanene, ngaba uThixo waninika uMoya waza wenza nemiqondiso phakathi kwenu, ngenxa yokuba nina nanithobela umthetho? Okanye ezo zinto wazenza ngenxa yokuba nina nazivayo nazamkela iindaba ezimnandi?

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 3

imbono Kumagalati 3:5 kwimeko