Kumagalati 3:8 XHO96

8 IziBhalo zona kwangaphambili zakuphawula ukuba uThixo wozenza amalungisa iintlanga ngokukholwa. Zazivakalisa iindaba ezimnandi kuAbraham zisithi: “Ngawe uya kuzithamsanqelisa zonke iintlanga uThixo.”

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 3

imbono Kumagalati 3:8 kwimeko