Kumagalati 3:9 XHO96

9 Wakholwa ke uAbraham, waza uThixo wamthamsanqelisa. Ngokunjalo ke bonke abakholwayo banenxaxheba kwintsikelelo ka-Abraham.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 3

imbono Kumagalati 3:9 kwimeko