Kumagalati 4:29 XHO96

29 Ngelo xesha unyana owazalwa ngendlela eqhelekileyo wamtshutshisa unyana owazalwa ngamandla oMoya kaThixo;kusenjalo ke nangoku.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 4

imbono Kumagalati 4:29 kwimeko