Kumagalati 4:30 XHO96

30 Kodwa ke zithini iziBhalo? Zithi: “Sikhuphele ngaphandle isicakazana esilikhoboka kunye nonyana waso; kaloku unyana wesicakazana makangalidli ilifa nonyana womfazi wekhaya.”

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 4

imbono Kumagalati 4:30 kwimeko