Kwabase-Efese 3:18 XHO96

18 Nanga nina nosapho lukaThixo xa lulonke, ningalunakana ukuba lungakanani na ububanzi balo, lungakanani na ubude balo, kukwangakanani na ukuphakama kwalo nokuba nzulu kwalo uthando lukaKrestu,

funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 3

imbono Kwabase-Efese 3:18 kwimeko