Kwabase-Efese 5:25 XHO96

25 Nina madoda, bathandeni abafazi benu, kanye ngale ndlela alithande ngayo uKrestu ibandla, waza wanikela ngobomi bakhe ngenxa yalo.

funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 5

imbono Kwabase-Efese 5:25 kwimeko