Iduteronomi 11:6 XHO75

6 noko wakwenzayo kooDatan noAbhiram, oonyana bakaEliyabhi unyana kaRubhen; ukuba umhlaba wakhamisa umlomo wawo, wabaginya, nezindlu zabo, neentente zabo, nento yonke ephilileyo eyabalandelayo, àbabakho phakathi kwamaSirayeli onke.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 11

imbono Iduteronomi 11:6 kwimeko