Iduteronomi 23:19 XHO75

19 Uze ungambizi nzala umzalwana wakho: nzala yamali, nzala yakutya, nzala nokuba yeyani ekubizwa inzala ngayo.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 23

imbono Iduteronomi 23:19 kwimeko