Iduteronomi 23:20 XHO75

20 Wobiza inzala kowolunye uhlanga; uze ungabizi nzala kumzalwana wakho, ukuze akusikelele uYehova uThixo wakho ezintweni zonke osisa kuzo isandla sakho, kulo ilizwe ongena kulo ukuba ulimé.

funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 23

imbono Iduteronomi 23:20 kwimeko