15 Ngemini yakhe wòmnika umvuzo wakhe, lingatshoni ilanga usekuwe; ngokuba eswele, ewumise umphefumlo wakhe kuwo; hleze akhale ngawe kuYehova, oko ke kube sisono kuwe.
funda isahluko epheleleyo Iduteronomi 24
imbono Iduteronomi 24:15 kwimeko