Igenesis 1:26 XHO75

26 Wathi uThixo, Masenze umntu ngokomfanekiselo wethu ngokufana nathi. Mababe nobukhosi ezintlanzini zolwandle, nasezintakeni zezulu, nasezintweni ezizitho ziné, nasemhlabeni wonke, nasezinambuzaneni zonke ezinambuzela emhlabeni.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 1

imbono Igenesis 1:26 kwimeko