Igenesis 1:4 XHO75

4 Kwabakho ke ukukhanya. Wakubona ke uThixo ukukhanya ukuba kulungile, wahlula uThixo phakathi kokukhanya nobumnyama.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 1

imbono Igenesis 1:4 kwimeko