Igenesis 1:7 XHO75

7 Wasenza uThixo isibhakabhaka, wawahlula amanzi angaphantsi kwesibhakabhaka kuwo amanzi angaphezu kwesibhakabhaka. Kwaba njalo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 1

imbono Igenesis 1:7 kwimeko