Igenesis 11:19 XHO75

19 UPelege wahlala emveni kokuzala kwakhe uRehu iminyaka emakhulu mabini anesithoba, wazala oonyana neentombi.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 11

imbono Igenesis 11:19 kwimeko