Igenesis 13:10 XHO75

10 ULote waphakamisa amehlo akhe, wawukhangela wonke ummandla waseYordan, ngokuba ubunamanzi wonke, engekayonakalisi uYehova iSodom neGomora, unjengomyezo kaYehova, unjengelizwe laseYiputa, usingise eTsohare.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 13

imbono Igenesis 13:10 kwimeko