Igenesis 13:8 XHO75

8 UAbram wathi kuLote, Makungabikho mbambano kaloku phakathi kwam nawe, naphakathi kwabalusi bam nabalusi bakho; ngokuba singamadoda azalanayo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 13

imbono Igenesis 13:8 kwimeko