Igenesis 15:13 XHO75

13 Wathi kuAbram, Yazi ke, ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelayo, ibakhonze abo, bayicinezele, iminyaka emakhulu mané.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 15

imbono Igenesis 15:13 kwimeko