5 Wamsa phandle, wathi, Khawubheke phezulu ezulwini, uzibale iinkwenkwezi, ukuba unokuzibala; wathi kuye, Iya kuba njalo ke imbewu yakho.
funda isahluko epheleleyo Igenesis 15
imbono Igenesis 15:5 kwimeko