Igenesis 16:3 XHO75

3 Wathi uSarayi, umka-Abram, wamthabatha uHagare um Yiputazana, umkhonzazana wakhe, emveni kokuba uAbram wayehleli iminyaka elishumi ezweni lakwaKanan, wamnika uAbram indoda yakhe ukuba abe ngumkakhe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 16

imbono Igenesis 16:3 kwimeko