Igenesis 16:5 XHO75

5 Wathi uSarayi kuAbram, Ukoniwa kwam makube phezu kwakho; umkhonzazana wam ndimnike mna esifubeni sakho; úthe akubona ukuba umithi, ndacukucezeka emehlweni akhe; uYehova makagwebe phakathi kwam nawe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 16

imbono Igenesis 16:5 kwimeko