Igenesis 17:19 XHO75

19 Wathi uThixo, Ewe, uSara umkakho úya kukuzalela unyana, umbize ngegama lokuba nguIsake;* ndíwumise umnqophiso wam naye, ube ngumnqophiso ongunaphakade kwimbewu yakhe emva kwakhe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 17

imbono Igenesis 17:19 kwimeko