Igenesis 17:7 XHO75

7 ndiwumise umnqophiso wam phakathi kwam nawe, naphakathi kwembewu yakho emva kwakho kwizizukulwana zayo, ube ngumnqophiso ongunaphakade, wokuba ndibe nguThixo kuwe, nakwimbewu yakho emva kwakho;

funda isahluko epheleleyo Igenesis 17

imbono Igenesis 17:7 kwimeko