Igenesis 18:10 XHO75

10 Wathi, Nanko ententeni. Yathi, Ndiya kubuyela kuwe, lakubuya eli xesha; yabona, uSara umkakho uya kuba nonyana. Weva uSara esemnyango wentente, wona esemva kwayo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 18

imbono Igenesis 18:10 kwimeko