Igenesis 18:12 XHO75

12 USara wahleka ngaphakathi kwakhe, esithi, Emveni kokuba ndihagele, ndisaya kuyolelwa na, nenkosi yam yaluphele nje?

funda isahluko epheleleyo Igenesis 18

imbono Igenesis 18:12 kwimeko