Igenesis 18:19 XHO75

19 Kuba ndazé yena, ukuze abawisele umthetho abantwana bakhe, nendlu yakhe emva kwakhe, bagcine indlela kaYehova, benze ubulungisa nokusesikweni, ukuze uYehova amenzele uAbraham into ayithethileyo kuye.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 18

imbono Igenesis 18:19 kwimeko