Igenesis 18:2 XHO75

2 Wawaphakamisa amehlo akhe, wabona, nango amadoda amathathu emi ngakuye. Wabona, wagidima, eya kuwakhawulela, esuka emnyango wentente.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 18

imbono Igenesis 18:2 kwimeko