Igenesis 18:6 XHO75

6 Wakhawuleza uAbraham, waya ententeni kuSara, wathi, Khawuleza, uxovule iiseha* ezintathu zomgubo ocoliweyo, wenze amaqebengwana ezonka.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 18

imbono Igenesis 18:6 kwimeko