Igenesis 19:33 XHO75

33 Zamseza ke uyise iwayini ngobo busuku; yangena eyamazibulo, yalala noyise; akayazanga yena ukulala kwayo nokuvuka kwayo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 19

imbono Igenesis 19:33 kwimeko