Igenesis 19:35 XHO75

35 Zamseza ke uyise iwayini nangobo busuku, yasuka encinane yalala naye; akayazanga yena ukulala kwayo nokuvuka kwayo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 19

imbono Igenesis 19:35 kwimeko